Mabunu clan praises

Mabunu clan praises

umlungu omnyama, abampund’ezincane engazingongiwe
umasoka,

mzimkhulu,
ntanzi ,
rhoyi kunene kwelizwe,
unkumbuzo zika mdladla, nzimane,  nala mnandi obele lide lingang’elikabelelenyana, owancelisa umntwana engaphesheya komfula uthukela. isibhekuza esabhekuz’enkundleni kwa dadeboyise umntambose. izilila gazi abanye belil’nyembezi.amahomb’asezweni  awangaphumi mhla ligquthayo, aphuma mhla linethayo umfazi onamanxeba ngasemva nje ngamadoda.cabisa, mbengeshe, incuncu ezimlomo emide ,abantwana abesaba ukunatha amanzi amadwala banatha amanzi eziziba ngoba besaba umlomo ukungqindeka.thotholo into `wakahina.co.za`.ezathi xa zizawuvela kwangen’inkalankal’endlini…umlambo oowelwa ziinkonjane kuphela,nazo kuba zibhabhela phezulu zaxa, mbokazi, mehl’embuzi, masingila, ngwenya.

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.