clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Nkwali Clan History 😍 Abakwa Nkwali

Nkwali (Mfengu/Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalis’s were born ebukhosini (kingdom) buka Ndwandwe and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king.

Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwe. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela (Xhosa name for cockroach) got the name because he was so wealthy that his wealth was all over like cockroaches.

“…Abakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayengumfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo. uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali.

Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela. “Ngabakwa Nkwal’ enkosi, Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi.

Ngabakwa Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga, Kwavel’ amaBuz’ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetil’ abanye bazithwele. Inkwali yintak’ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula”

Source: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.

Previous

Mdunge Clan, Surname Meaning, Mdunge Origin, Mdunge History

Next

Nyawo Clan names

1 Comment

  1. In the Thusi clan names, where does Mfene come in?

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: