Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Ndingu Vumile Mahlangeni ndizalwa ngu Ncedile yena uzalwa ngu Mtshizana yena uzalwa ngu Span yena uzalwa ngu Mahlangeni yena uzalwa ngu Mqikela yena uzalwa ngu Jama.Ndazalelwa e Mpuma koloni kwidolophu yase Gcuwa kwilali yase Qeqe( kwa Mqikela) ngo 1975/09/14