clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Bhala clan

Bhala

Dududu

izithonga ezintathu

esesine yi mpazamo

u Nomeyisi

u Thombela u Sgwaqu

inyoka emnyama eyangena emlindini ….kanti ngowe Rhamba

Previous

Izithakazelo

Next

Khalanga

8 Comments

  1. Sibongile

    Bhala kadudu Mhlambi olala intaka Zithonga zithathu esesine yimpazo ndizalwa khona

  2. Vuyo Mbebe

    Bhala kaDududu, Thombela, Manjo, Nomgobho, Helehele, Ntlantsi’yentsimbi, Mhlambo’lalintaka, Meyisi, Nyokemnyama eyakhohlwa umngxunya wayo yangena kowerhamba. Ozalwa nguMpondo, yena ezalwa nguNjanya kaSibiside. SingabaseMbo thina intsusa yethu.

  3. Masivuye mbooi

    Bhala la dududu mzimba okhala igani Usborne,nomeyisi ,manjo nyoka emnyama eyathi ingena emlindini wayo kanti ingena kowesrhama

  4. Bhala ka dududu Meyisi Manju, Thombela, Ntlantsi yentsimbi. Nyoka emnyama eyangena emlindini kanti ngowe Rhamba

  5. Bhala ka dududu manjo hele hele nomgobho nyoka emnyama eyangena emlindini isithi ngaba ngowayo Kanti ngowe rhamba.
    Sisiduko Sam ke eso

  6. Lazola Ndamase

    Bhala
    Ka Dududu
    Mhlambi olala intaka
    Hazi zolalaphi kutshile nje

  7. Ntokozo

    I waz born kabhala but i neva grow up there please give me ful izithakazelo zaka bhala

    • Amanda Ngaleka

      Bhala ka Dududu
      mhlambi olal’intaka
      Hazi zolalaphi kutshile nje
      Thombela, Manjo, Nonkonyane

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: