Dubula ,

Ngqatyana ,

zozothi ,

ngoyi ,

Sthebe esimanangananga sokwephula inlaka yegqi negqikazi,

omahlaba ngomkhonto ezibukweni kwahlophe,

omfazi ophesheya kwenciba obelelide elincancisa’mangoyi kuhpela