Ngubonde, Dlamini zizi, Ndlovu, Zitha, Mlambo, Mangxama, Vezi, Makhonjwa, Mabandla, Makhaluza, Mkhone, Mbolekwa, Hodi, Macacuma, Ndaliso, Dliso !
Search results: "Indlu Ndlovu" Page 1 of 13
uDlamini ayisosiduko qha kodwa sisizwe kuba zinintsi izindlu eziphuma kulomzi mkhulu kaDlamini. Ithi imbali ebhaliwezo nebaliswayo uNdlovu nguyise kaDlamini. UNdlovu lo naye unezindlu ezinintsi eg Malunga, Mntungwa, Gengesi, Gasela nezinye ke. Ke ngoko abalahlekanga abantu bakwa Ndlovu xa bezibiza ngoDlamini kuba bayazalana. by Somlibo
According to Hlubi records, one of Ndlovu’s sons was Mntungwa who is then brother to Dlamini. This is a common salutation among amaNgwane Hlubi and Dlamini people and at one point there was a group of clans who were called abeNtungwa and this included the Khumalos, Ndabas, Ndlovus, Mahlangus and other small clans. Indaba yabo […]
Zitha, Mngwengwe, Nkwinika, Mhlaba, Mpondo zendlovu ezagcwala izindlu zathi mfi, Inyama ayipheli kuphela amazinyo endoda!