clan names πŸ‘‘ history

izithakazelo

Search results: "Mbongwe Iziduko"

Mbongwe clan 😍 Iziduko 😍 Izithakazelo

Izithakazelo zakwa Mbongwe: Mbuyisa, Sondisa, Khoza, Nqalela, Mvemnyama, Mathobela, Mwelase, Ndima ka Qaqaqa, Sandamela, Sgudu seBokhwe, Nozaqhu, Nozimayile, Sobongo, Mabetha, Majiyajiya, Mabhentsele ntilini, Maphanga, Maloyi, Mcusi wendlunkulu, Sojozela, Manama, Mlotshwa, Mgaga, Mqadi, Mpepha, Ntini, Lubhede, Ndinsi, wena wakaSoloyikazi, wena owabhed’enkezweni, onkobe aziphekwa ngamavila ziphekwa zizikhuthali, abafazi bamaBongwe abavali ngamavalo bavala ngamakhand’amadoda, AmaBongwe amade aseLangeni, amahle aseJikweni, […]

Iziduko zamaXhosa

Xhosa Clan Praises 😍 Xhosa surnames A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups : AmaNzotho, ooKhawuta kaGcaleka, ooMaphango, ooNgxale, ooNyelenzi, ooPhalo, ooTogu, ooTshiwo kaTswawe, kaMalangana (AmaXhosa omthonyama) AmaGiqwa: ooJikijwa, Mvaba, Meqo, Ncudwana, Nkosana, Mdeyama, Xhe, Bhaxa, Qhirama, Nonesi, Qobo, Ntshinga ay’khwazwa ikhwazwa ngabayazo. AmaZangwa: Khwalo, Mlanjana, Ncuthu, Sohobese. Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu, Gwaca, Camsholo, […]

Xhosa Clan Names

Iziduko zamaXhosa A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups : AmaNzotho, ooKhawuta kaGcaleka, ooMaphango, ooNgxale, ooNyelenzi, ooPhalo, ooTogu, ooTshiwo kaTswawe, kaMalangana (AmaXhosa omthonyama) AmaGiqwa: ooJikijwa, Mvaba, Meqo, Ncudwana, Nkosana, Mdeyama, Xhe, Bhaxa, Qhirama, Nonesi, Qobo, Ntshinga ay’khwazwa ikhwazwa ngabayazo. AmaZangwa: Khwalo, Mlanjana, Ncuthu, Sohobese. Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu, Gwaca, Camsholo, Nyokemnyama ecand’iziziba, Nkonjane ebhabh’ […]

β“’ 2025