Mtipa clan names

Mtipa, Bhayeni, Manzi, Lalo, Mvotho, Sifuba sibanzi, Hobe elihotayo kodwa asiyontaka !!

Categories Uncategorised

Mtipha Clan Names / AmaTipa

Mtipa,
Bhayeni,
Lusiba,
Mbiza ngambini emlanjeni,
Mkonto kalusiba,
Yiwa,
Manzimade,
Tshewu,
Njubela,
Ndise kapa ngempangelo kodwa ndipuma kula mhla waseDutywa kwilali zakuMangati kumhlaba kaDubusiko ndinguDubisiko kwamna !!