AmaMvulane ayesakuba isizwe esikhulu esibambeneyo siluqilima , abantu ababesakwaziwa njengabenzi bemvula.Izizwe zisiza Kubo zizocela imvula,Kuba babenobugqi bonisa imvula.Ngenxa yezozizathu babeye banikwe iinkomo ngelokubulela , kambe ngamanye amaxesha bebeye bawolwe zizizwe zibafake phakathi kwazo,bengabantu abazi imithi yokunyanga. Iinkosi zalomaxesha zaziwathandela lomsisebenzi. Iphuta elikhulu elenziwa ngabantu abahlala eEstern Cape lelocimba umlando wamaMvulane uqala eliSotho. Kuphinde kubekho enye […]
Search results: "Mvulane Amamvulane" Page 1 of 2
Mvulane ยฎ clan names. Izithakazelo zakwa Mvulane ๐ Mvulane Origin. Mvulane History The meaning, origin and history of the Mvulane surname is not listed.This surname is prevalent in South Africa.
By Mpumelelo T.A. Makuliwe Aba bantu bangamaVundla bakhona nakubeSuthu kuthiwa ngooMofokeng. Imbali yomnombo nomlibo wabaFokeng ekuthiwa amaVundla aphuma kuwo uhamba uthi: Aba bantu baphuma kubaTaung bazalwa ngumzukulwana kaMotebele esingalazanga igama lakhe. Le ndlu ivele ngolu hlobo: uMorolong wazala uNoto waza uNoto wazala uMorara; uMorara kwindlu yakhe yokuqala wazala uMabi, waza kwindlu yesibini wazala uMasilo I. […]
Aba bantu bangamaNtshilibe kuthiwa basuka kuhlanga lwabeSuthu ekuthiwa ngabaKwena. Xa silanda umlibo wesizwe sabaKwena esiphuma kuso isizwe samaNtshilibe. UKwena wazala uKhabo I kwindlu yokuqala, waze kweyesibini wazala uNgwato, waze kweyesithathu wazala uNgwaketsi. Kwindlu kaKhabo I wazala uMasilo II; uMasilo II wazala uNapo; uNapo wazala kwindlu yokuqala uMotebang, waze kwindlu yesibini wazala uLisema, waze kweyesithathu wazala […]