Clan Names, Meaning & History. surname info is currently not listed. If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.
Search results: "sigwampa"
Amampondo ngabantu abatya ukutya kwemveli. Nangona sele zikho nje izidlo zasemlungwini nekuzezona zithathelw aphezulu zezinye iintlanga ezizalana nawo, kodwa wona akashenxi ekutyeni kwawo kwemihla-ngemihla. Ubukhulu becala amaMpondo atya imifuno kunye nombona osiliweyo ngaxeshanye. Umgubo awutyiw angamandle kwemifuno. Nantsi imizekelo yokona kutya kuxhaphakileyo emaMpondweni: iSiDudu KwaXhosa isidudu saziwa njengepapa ethambileyo, edliwa kwakusasa, phambi kokuba kutyiwe ezinye […]