Gege Clan Names & History

Juta Dhlangathi. Mencwa. Gqagqane. Ntaba ayikhonjwa, ikhonjwa ngama juta kphela. Mlungu omnyama. Ndlebentle zombini. Mome mome srhama somntwana Whaatshaaah. Ntlangwani. Slwane somhlola. Malandelwa zintombi zithi bhuti ndizeke. Mafinya ngemali abanye befinya nge tshefu !