izithakazelo.blog
Amafana?Amafana Clan
Diza Thimla Mfane udiza amahlebo uThimla kuvel lukhozwana Ndondo Seyiwa Mkhaselwa Gcuma Gushiwokowoko umaqholwenqanda mpumlwana ezi thimla zontandathu uMfana ongafaniyo into oyithate uyiphuqaphuqe …