izithakazelo.blog
AmaNgcinase (amaQadi)
Mqadi-Ngcinase kaNgcwina, Wungushe, Qhushwana, Mbaba, Deku, Gongqa, Mbinyashe, Doloshe, Ntiniswa, Malal’eqhingeni avuke necebo, Ngxowa zimdaka, Maphila kuzenzela, Mqadi owavela kuqala ilanga lingek…