Surname Meaning, History, Clan Names & Latest News

Izithakazelo Umlando Clan names Iziduko

Iziduko AbaThembu❤️

  • Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.
  • AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshaba
  • Qithi – Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)
  • Ndungwana – u Bhejula uDiya uMaqath’ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.
  • amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.
  • AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle aty’ igusha athi ziz’ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba)
  • Qhudeni – UMthembu, uThukela, uQhudeni, uMkhubukeni, uGoza, uMpafane, uMthembu obhuzuzu, odla amathibane az ‘indlala iwile.
  • Maya – oMaya, oYem Yem oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi
  • Mpangela -Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
  • Mpemvu – uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva
  • Ndala – Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
  • Zima – Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene, uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)
Mcube Clan Praises ❤️ Iziduko zako Mcube

NgumaMcube lo, umbhetya, uhala,usopitjo, ungqolomsila, uvelabembhentsele, uyem-yem, ndizalwa ngumaMpandla, oombona,oduna, ngumzukulwana wamaqwathi, onzila kanzothwana, omnyamana, oontswaybana, nowamaqoco, oozikhali, oojojo, oziyeka Read more

Iziduko zakwa Ganyile 💖

Ganyile, Mabhula, Mbenya, Mbenya ezkaka njengeshongwe, Mlungu, Mfene nduna kwezinye iimfene, Nikhwe 1

Previous

Iziduko AmaXhosa – Omthonyama❤️

Next

Iziduko AmaBomvana❤️

1 Comment

  1. Zolani Jwaqa

    Good morning

    I am interested to know how amangxongo related to uDlomo,amaNtade,Ceduma and Maya

Leave a Reply

Your email address will not be published.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: