izithakazelo.blog
Iziduko Zama Mpandla
Ama Mpandla Mbona, Khawuta, Tshayingwe, Tiye, Khiphe, Mandlana, Tukude, Tyede amaMpandla asuka kuCentane, akhona nase Xesi, eDikeni, eBhofolo, eDutywa, Cofimvaba naku Gatyane.