Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Baqwa Clan Names 😍 Iziduko Baqwa
Ndobe,
Bhongweni,
Nkomlele,
Siwa,
Lamla,
Phungela,
Hlakavu,
Sisini somkhonto wakulo wadzi,
Nina enashiya iindlela zihleli nehla ngo Mzungulu,
Nina base Ncikini, eMshota Nkungu,
Nina Base Bhontsa,
Hala omnyama ka Lavuyazana,
Galadla Ntombela, akunani noba nimnyama ngoba amazinyo ayakhanya,
Amhlophe qhwa, antlanga za Ndlovu,
Qaji ukuba ndiphetheni, ndiphethe uhlobo lwe Mpongo,
Impongo ka Nongadla,
Amalilelwa yintombazana iza ngasemva ithi ndizeke.