Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Mahlaba
Junda
Mbonani
Nhlangambili zingaba ntathu
Ziyaqhoboka!
Silwa ngosana amadoda elwa nge mkhonto
Wena ka ndingindwane odla imikantsha
Wena oka mphanzela!!!