izithakazelo.blog
Izithakazelo zakwa Ntlangeni
Ntlangeni Nkomo Yengwayo Mntungwa Rhaberhu Magajana Marhewula ntaba Nzipho zimnyama kuqwayana Golela Ngelengele Hlubi Masikana Nkonjane ebhabhe mafini ! Nina eningabizi mntu ngankosi ngoba nizinkos…