izithakazelo.blog
Mandlangisa Clan Names
Mandlangisa, Mathole, uLwalwane, uLwandle aluwelwa luwelwa ziiNkonjane kuphela, ndizalwa yintombi yakwaXhosa uMasthathu uNdebe uKhophoyi, uHase, uNkomo-zbomvu!!!