Mbongo Clan Praises Mbongo Mbuyisa Sondisa Nqalela Unkobe zolaka, aziphekwa ngama vila, ziphekwa zizikhuthali, Imivalo ayivalwa ngemivalo ivalwa ngamakhanda amadoda, Ndithetha ngesizalo sentombi yakwa Rhadebe, uMthimkhulu, uBhungane, umashiyamade, umafuza afulele nje ngelifu lemvula !! 🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel
Copy and paste this URL into your WordPress site to embed
Copy and paste this code into your site to embed