Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Mtolo

Tolo,

Nongwadla,

Mchenge,

Bhanekazi,

Ngwenyankomo, Dlangamandla,

Zulu, Masali, Mfingo,

Amajubantlantsi,

Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,

Kuba zithiย : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibonโ€™umntโ€™ozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenzโ€™umntwana, Umlambโ€™ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.