Bendicela onolwazi undicacisele ngesiduko sa-MaYeke. Okwangoku, kukhona iimpikiswano ngohlobo lozazisa,
1. Kukho abathi- “Myeke, Mthembu, Bhukashe, Sophitsho, Madiba, Ngqolomsila,
2. Kukho abathi- ” Myeke, Bhukashe, Mdenjana, Noxhwangu, Qhama njengeMfene.
Ndingayibulela impendulo enokundikhanyisela kulo Umba. Camagu.
Magidigidi Clan Names : If you know Magidigidi Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Mdomula kaNtambo,
Mpunz’ezandlel ‘ ethunzini ngoba zesaba imisebe yelanga,
Njojo,
Mabhala ngozipho abafokazi babhala ngamapensela,
Magezana,
Nhlabathi!
Bandezi means Sun (iLanga)
OoBandezi ngo Gquma, Thahla, Mwele, Nyawuza, Faku, Ngqungqushe, Ziqelekazi, Hlamba ngobubende, amampondo !
Shonga surname info
Shonga,
Mbotho,
Mshikilana,
Vungwana,
Mazama,
Malandelwa zintombi zithi ngizeke noma ungenankomo !
Tlhapane Clan Names : If you know Tlhapane Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Maduna, Nokhala, Msuthu, Gubevu, Jiyane, Tiba, Salathiso, Nkabinde, Salakulandelwa, Mvelase, Nondunduzela, Nozobotheka ukuthetha, Mpungutye engenamngani, Mandlamakhulu, Sivunguvungu esawisa indoda emhlangeni, Mlambunqolintaba, Gubevu elihle ngempumlo yalo, Gubevu elaqengqeleka kwiintaba zoLundi, lawela umlambo iThukela libhinqe ibheshu, Khala-khulu lokulumla abantwana koonina, wena wawela ngempalazo eyaphalazwa ngamanye amadoda, Madun’edakeni!!!
Isilo senu yiNgwe !
Leave a Reply