Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Sukude Clan Praises 😍 Iziduko Sukudo

Sukude,

mkhondwana,

gxa eliphezulu!

phesheya komlanjana mfazi obele lide ,

into encancisa umtana esemqolo,

mbokodo egaya icumza,

inyoka emnyama eyathi iswele umlindi yangena kowerhamba!