clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Bambela

Bambela Clan Praises

Bambela
Ndaba 

(Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubel’egoduka, Nzipho zimnyama kukuqhwaya, Nkuluka, Dzujana, Choboka nje ngomkhuma woThukela, Nyawo zimhlophe noxa zinodaka, Ntombezintle nabayeni bazo, Bharuza, Manyuza, Njujane, Nothuli, Nomangcangca, Mvelase, Magutywa, Mgubo odliwa ngabahambi bendlela, Mntungwa ombulazi owadl’umntu emyenga ngeendaba, Nompundwana zincinane yanga zingongiwa linunu entle engadli mntu, Khand’iyeza etyeni, Ngabaphakela umyeni esithebeni kuba besonga amazimba)

Msani Clan Names

Msani
Mtimande,
Kunene,
Majoka,
Nxaba,
Mbhekane,
Madluvalo,
Mthantathwa,
Mnguni,
Nonqewu,
Mgobhozi, Ntetha, Vangisa,
Mvuna,
Mageza Ngobisi!

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: