Qwathi clan
Dikela,
Noni,
Noqazโ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe,
ogqazโindlelโebhekโebuNguni.
KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba,
ooSdindi,
ooBhlangwe,
ooBhose,
amaNzolo,
imiNcayi,
amaNtondo,
amaKhombayo,
ooMkhondweni,
amaVumbe,
ooKhebesi,
amaBangula,
amaDumba,
ooMhotho,
ooCakeni,
ooBhabha,
amaMvala,
amaDabisa,
ooSโximba, etc.