Qwathi clan

Dikela,

Noni,

Noqazโ€™ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe,

ogqazโ€™indlelโ€™ebhekโ€™ebuNguni. 

KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba,

ooSdindi,

ooBhlangwe,

ooBhose,

amaNzolo,

imiNcayi,

amaNtondo,

amaKhombayo,

ooMkhondweni,

amaVumbe,

ooKhebesi,

amaBangula,

amaDumba,

ooMhotho,

ooCakeni,

ooBhabha,

amaMvala,

amaDabisa,

ooSโ€™ximba, etc.