Zoko clan praises

Zoko

Chatha,

Dlokovana,

Mathathesuka njeNyamazane,

Ngqambashe,

Diya malandelwa yintombi ithi ngizeke noma awunkomo,

mntomhle njenjomi,

Bekwa,

Mafumbatha,

Kitana,

Gojana,

Maniza,

Mbhantso,

Makhawini,

Mazwana,

Matana,

Mkhosana,

Nduluka,

Nyumbana,

Tseku,

Bhokomela