Tag: Nxotwe
Qamkazi Jali Gqagqa no Gqikazi Phungana Zaphi Mathetha njengenkomo esemntwini Mbambo Mbini zingabantathu Ngumnqakathi Nophemba ngobengu abanye bephemba ngetsasa Mathumba Amhlophe okwawentlanzi Nontongana yentsimbi Zibaya ezikhulu zika Nompondwana Detshe Gabazi Nqele Njilwana Mfuza afulele lemvula njengelifu lemvula Malangana ka Skhomo Madidiya Ngcangaphe iMpondomise !
Nxotwe-Gqagqa kaGqikazi, Gabazi, Qamkazi, Jali, Madidiya, Phungane, Zaphe, Njilwane, Maphemba ngamaphepha amalahle ekhona, Mafuza afulele njengelifu lemvula, Malangana, Sikhomo, Mathumbβamhlophe.
AmaNxotwe sisiduko phantsi kwesizwe samaMpondomise. UNxotwe uzalwa noNgcitshana kumfazi wasekunene kaNgcwina. UNgcwina eyinto kaNtose kaMalangana kaNjanya kaSkhomo kaNdunu kaMpondomise!!
Nxotwe Qamkazi Jali Madidiya Gabazi Gqagqa Nogqikazi Phungane kaZaphe Mafuza fulele okwe lifu lemvula Malangana kaSkhomo Njilwane Mathumba mhlophe njenge wentlanzi Maphemba ngombengu abanye bephemba ngentsasa Noshwana Ngcikhwe Mbambo Mbini uba zitathu ngu Mqakathi Zibaya ezikhulu zikaNompondwana Ngcangaphe iMpondomise
Leave a Reply