Nxotwe-Gqagqa kaGqikazi, Gabazi, Qamkazi, Jali, Madidiya, Phungane, Zaphe, Njilwane, Maphemba ngamaphepha amalahle ekhona, Mafuza afulele njengelifu lemvula, Malangana, Sikhomo, Mathumbโamhlophe.
AmaNxotwe sisiduko phantsi kwesizwe samaMpondomise. UNxotwe uzalwa noNgcitshana kumfazi wasekunene kaNgcwina. UNgcwina eyinto kaNtose kaMalangana kaNjanya kaSkhomo kaNdunu kaMpondomise!!