Zangwa

Khwalo,

Ncuthu,

Sohobese,

oonkuma – amaMpondo!

Iziduko AbaThembu❤️

Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshabaQithi – Read more

Iziduko AmaXhosa – Omthonyama❤️

AmaTshawe – Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, NgcwanguAmaKhwemte – Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.AmaNkabane –  Majeke, MayeyeAmaJwarha – Read more