Xaba Clan Names (Xhosa)

Iziduko: Xaba ooNonkosi, ooNonxa asikhathali, ooNomjoli, ooLinda, ooMwelase, ooMlotywa, ooShwabada, owashwabadel’inkomo neempondo zazo, Apho kungavalwa ngamivalo kuvalwa ngamakhand’amadoda, aMahlubi amahle! Izithakazelo zakwa Xaba Clan Names More about Xaba (xhosa) 🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 UTube Channel