Ndungwane clan
Ndithi koDiya, OBhejula, Amandungwane mabazomwabele eziholide.
Abo bazakuba sezindleleni banga bangafika kakuhle emakhaya
Ndungwane clan
Ndithi koDiya, OBhejula, Amandungwane mabazomwabele eziholide.
Abo bazakuba sezindleleni banga bangafika kakuhle emakhaya
Β© 2026
Balekile Mbambane
Molo abodiya boqhesha Bo Bhejula yemyem velabambentsela ndicela ukubuza mna ndngu Balekile nge Gama isbongo ndigu MBAMBANE godwa mna ndizalelwe E North West ndingu mzukulwana ka Lungile MBAMBANE uLungile wafika E North West minyananga yeminintsi yendlole ngogo asinalo lwazi le imvelaphi yakhe