Mafuna ka Gcobe ka Tshozi ka Ntende Ka Mawo (Mngqithi) ka Bhala ka Dududu (Gangatha) ka Cabe ka Ncindise ka Msiza ka Tobe ka Hlamandana.
Xa sizithutha sithi:
Jola – Ndunakazi- Bhala ka Dududu- Mhlamb’olalintaka – Azi zatsha nje zawulalaphi na – Inyok”emnyama eyathi ngenxa yobude bendlela yath’ingn’emngxunyeni wayo kant”ingena koweRhamba.
Esi sizwe siyinzala ka Bhala kwindlu yasekunene eMampondweni. Naaso sizinze kummandla wakwaMajola eSajonisi, eLibode naseNgqeleni . Sibizwa ngakuba ngaMajola ka Kumkani uBhala , singaMampondo omthonyama.
Camagu!!
Leave a Reply