NdinguDeyi,
MShwawu,
Xhakaza,
Phikanelanga,
Nomanzonzo,
IZotsho,
UDeyi ozalwa nguDeyana
Deyana ozalwa nguPhesheni
Phesheni ozalwa nguZungu
Zungu ozalwa ngu Ncwane
Ncwane ozalwa ngu Mhlahlo
Mhlahlo ozalwa nguSengwayo
Sengwayo ozalwa nguNyamakayishi
Nyamakayishi ozalwa ngu Gwabini
Gwabini ozalwa nguManzini
Ndizalwa uTShawe
Gcaleka
Soya
Rharhabe ozala uMlawu
Mlawu ozala uNgqika
Ngqika ozala uSandile
Sandile ozala uGonya
Gonya ozala uFaku
Faku ozala Velile
Velile ozala uBazindlovu
Bazindlovu ozala uMaxhobayakhawuleza
Leave a Reply