Iziduko zakwa Ntozakhe

Ntozakhe
Nyathi
Budede
Nogixa umbengo
Nokhonza ingonyama
Zthebe zimanangananga
Sibala nkwenkwezi abanye bebala iinkomo
Nodwengu
Thembu
Nombewu
Mnguni
Nduluka
Nodlula bedlala

More about Iziduko Ntozakhe

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment