Ndingu Tipha, Bhayeni, Tshewu, Yiwa, Ngqakaziyi, Siba, Manzi-made, Lwandle. Ndikhe ndive abanye besithi Mkhonto ka Lusiba, Kanti isiswenye senkondekazi yakulo tata sayinayo indawo ethi Yongozi xa lizilanda latshona ndisithi ndizakukhe ndilingcambazise ngo Yongozi no Lusiba lo. Ndidla ngokuthi xa ndiyiloza ekuthetheni ndithi okubalulekileyo kukuba uzazi izinqulo ezine okanye ezintlanu zokuqala, zizakuhamba zohluke xa usihla ngoko mnombo wokhokho bezozindlu. Into ebalulekileyo kukuzibiza ngezi uzaziyo uziyeke ongazaziyo ngoba kwakuthi kanti awukho kulo mnombo.
Tando Ndoni
I thank this kind of information but indeed I m mtipa bayeni yiwa manzimade nqeno siba Lalo mkhonto ka lusiba ingwe betha’manzi ngomsila.and if I can now more about this family tree.some was sons of Zothe
Mmangaliso

Ncamagu.