Izithakazelo zakwa Magoba Clan Names & Umlando
MaGoba, Machi,
Mbushu, Zinzela,
Gingqi, Mthwa ka Sihula,
Ntsingizi emnyama eneqeba elibomvu iyawthi mayibona izulu liyawnqinqiza lithi nqi-nqi-nqi,uMagwa, uNjiphupha !
Educational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Akhona nalapha ku tsolo ngawakwa Maswazi
Ndifunisa nga Manziphazi aphaya ku Qumbu akwa Thwala l
Andawoni amanziphazi wakuqumbu?
MaGoba,Machi,Mbushu,Zinzela,Gingqi,Mthwa,ka Sihula,Ntsingizi emnyama eneqeba elibomvu iyawthi mayibona izulu liyawnqinqiza lithi nqi-nqi-nqi,uMagwa,uNjiphupha
Nobangela, mbusi ka jolwayo