Qwebani Clan Names &History

Qwebani Clan Praises

Bumbantaba,
Nina enagqitsh’entabeni kwavel’iinkomo,
Malandelwa yintombi ithi ndizeke nova ungenankomo,
Dunga owadunga amanzi behlamba ngezantsi,
Fada,
Hlangu,
Magqab’alomthi akatyiwa nazimbuzi xa ziwatyile ziyawathimlela,
Magatyana aselondobisi,
Mkau,
Mzize,
Mathez’egoloza nenkuni zakhe,
Mzize,
Ngqishela,
Nozitshetshe,
Nzaba,
Qwebani !!

More about Qwebani

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment