Tolo,
Nongwadla,
Bhanekazi,
Ngwenyankomo, Dlangamandla,
Zulu, Masali, Mfingo,
Amajubantlantsi,
Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,
Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibonโumntโozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenzโumntwana, Umlambโ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.
Bongiwe Annastus Khumalo
Continue with my Mtolo clan please