Ububele bakho song lyrics
Ububele bakho;
Bungumangaliso;
Thixo ongunaphakade,
Bungumthombo bona.
2. Bumpompozelela,
Kumachibi onke;
Onke ozaliswa bubo,
Ngalβ ufefe lwakho.
3. Yesβ ufefe lwakho,
Luliculo lami;
Iculo lomphefumlo wam,
Uculayo ngalo.
4. Lona nje ngemitha,
Imitha yelanga;
Ekubaleleni kwalo,
Ngalo ndiyavuswa.
5. Banyulwa be Nkosi,
Khangelani kuyo;
Kuyo Le Nkosi u-Yesu,
Lowo wabingwayo. Amen.
Leave a Reply