Nxiba clan names & history

Izithakazelo zakwa Nxiba clan names:
Mthembu
Mvala,
Mqwathi,
Dikela,
Noni,
Ntswayibane,
Stokhwe ka Ndlela,
Ayi ka Mdoko,
Tshilita ka Phongwe,
Gangqeka ka Mona,
Lubisi,
Skhaka,
Sdindi,
Nkomo zimbomvu,
Maqath’alukhuni,
Madli nkowane angayi hlanzi!

Wayise Clan Names & History | OoWayise

Oowayise aba baphaya eBizana,
kwaNgutyana ubuninzi babo.

ifani abazibiza ngazo ke ngooThaba, ooCenga,ooSakha, njalonjalo. amaWayise la ke ngooWayise, Donti, Nkulumbela, Ndembeze, Dungichibi, Oozibay’ezikhulu, Gqabi kamathende, Ngumabal’enkomo, Udeyi kaMshwaku, Inkomo edl’igoduka ithi ingahlwelwa kubatyazwe, Ingwe edla ngamabala, Abantabentombazana yakwacandlovu,

Wayise!

Shiviti clan names & origin

Shiviti Hi Pala ra ndlopfu ro tsandza varhonga ku tlakula riya kota hi mavusi na nhobyeni. Hi vaka matlhari wa mhelembe. Hi vaka Xiyakani xaku yaka na vanhu. I nghwazi wa nyimpi a vanwi pfumeli kuya ku kakeni Hi vaka mavundzukisi kunya a va vundzuki va vundzuka ku endzaa Loko hiku Shiviti vari Humani !