Ndlangisa π₯°
Thole,
Gqagqane,
Fingo,
Welane,
ulwandle aluwelwa luwelwa zinkonjane zodwa zona zimaphiko made, zicanda ulagcibe !
Tag: Gqagqane
Shweme Clan Names
Gqagqane,
Limakhwe,
Zilamkhonto,
Mfene,
Hlathi,
Jambase,
Ngangamsholo Ngcebetsha,
Malilelwa zintombi!