πŸ’›

izithakazelo

Tag: majubane

Majubane or Nyembezi clan names

Majubane,
Nyembezi,
Ngalonde,
Mbusisi,
Mancokola ethembele ngehlathi,
Malandelwa yintombi ithi ndizeke noba awuna nkomo !!

AbaThembu Clan Names, Meaning, Origin & History

AbaThembu

  • NjengamaMpondo abaThembu lolunye uhlanga eTranskei olunobukhosi balo. Njengoko sele sithethe kwavokotheka ngokubaluleka kwesiduko kwimidaka yakowethu, naseBathenjini ke kunjalo. Isiduko sabaThembu sithi ‘Madiba’.
  • Lukhulu ke usapho lwakwamaDiba. abantu abaninzi kwihlabathi lonke jikelele, bacinga okokuba xa kusithiwa ‘Madiba’ kubizwa igama likaRholihlahla. Hayi khona! ubizwa ngesiduko xa ebizwa ngokuba nguMadiba. Baninzi ke ooMadiba, nto nje baneefani ezahlukeneyo.
  • Nantsi imizekelo; abanefani ethi ‘Mathanzima’, Dalindyebo, Mthikrakra, Joyi, Nelson Mandela, Walter Sisulu nezinye iifani, isiduko sabo bonke sithi ‘Madiba’. AbaThembu bohluke kubini: Abathembu baseRhode, nabaThembu base… Makhe sinike imbali yabantu bakwamaDiba ngokwahlukana ngokweefani zabo.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén