NoZulu, Uthukela, Mchumane, Mbanguba, Ukheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Umvelashe, Umathibane,Ungoza, Usonyangashe, Umakhonz’egoduka, Umfazi uncamcisa usana ngebele elinye, Uthukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko, Ukheswa ka Nozulu, Umthembu owamfenguza kwaXhosa. AAAAAAAAAAH!!!!!!! NOZULU.