Iziduko zako Nxuba
Rhudulu,
Ngcengane,
Gaduka,
Magubu wasemlanjeni,
Washota,
Nkomo zika Mpehle,
Nanko nanko namhlangenzanga nto,
Nojeq’umbengo,
Mthondw’egqwirha wunqumle ungazal’amaninzi !