Mnguni,
Mchumane,
Mpangazitha,
Mpafana,
Nozulu,
Thukela ingele ngele lasolwandle,
Unzipho zimnyama kukuqwayana,
Hlubi elihle !
Tag: Nozulu Page 2 of 4
Mqokiyana,
OoKheswa,
Nozulu,
Mchumane,
Liyasa liyasibekela,
Mchumane,
OoMpofane,
OoThukela,
Amangelengele,
OoMpangazitha !!