Nyaba
Soyiya
Makhawuka
Ngubande omhlophe okwezihlabathi zolwandle,
Khubazi kafakazi, Bhuyingwe nezingonyama.
Wena okaMadukumbane esoNdini.
Ngubenkulu yokwanda eyehlula abembathi !!