๐Ÿ’›

izithakazelo

Tag: rabyaanyana Page 1 of 2

RABYAANYANA Clan Names & Family History | Umlando

Rabyaanyana Clan Names, Meaning & History.

Rabyaanyana surname info is currently not listed.

If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

BAWO Clan Names & Family History | Umlando

Bawo Thixo onamandla onke song lyrics

Bawo Thixo onamandla onke song lyrics  

Bawo Thixo onamandla onke
Ndinje ngenxa yofefe lwakho
Owaluthyila kuKrestu
Ezelwe yinyaniso nobabalo
Wandikhetha phakathi kwabantu
Ngofefe olungazuzwayo
Ngaphandle kwalo olo fefe andiyonto
Liyinโ€™igama lami
Ngaphandle kofefe lwakho
Ndibhubha yiminqweno
Esenongenzeki
Esenongafezeki, kwaphela
Ufefe lwakho
Lufihleke amandla akho okusindisa
Ndiyagcinwa ngolofefe lwakho Thixo
Ndixolelwa ngolo fefe
Ndiphiliswa ngolo fefe
Ngalo ndiyasindiswa
Ndiyagcinwa ngolo fefe lwakho Thixo

Bawo Wethu Lyrics Kholeka

Bawo Wethu Lyrics Kholeka

Bawo Wethu Osemazulwini (Our Father in Heaven) x2
Maliphathwe ngobungcwele igama lakho (Hallowed by your name) x2
(Repeat)

Iguqulโ€™ eyam intando (Transform my will)
Ifaniswe na le yakho (To be like yours)
Mayenzekโ€™ Intando yakho (Let your will be done)
Mayenzekโ€™ Intando yakho (Let your will be done)
(Repeat)

Page 1 of 2

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén