clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Schongoma

Ngcitshane Clan Praises , Ngcitshane Meaning & History

Ngcitshana clan praises:

Ngcitshana, 💛
Nkwenkwezana,
Mevamhlophe,
Schongoma,
Qam,
Mevamhlophe,
Delutshaba, Dwabadwaba,
Schume ka Schongoma,
Mhlanga ka Mhlongwana,
Rhasibe ka Rhongqa,
Ndanisa ka Mkhahlela,
Sgquma nkungwini kuvelilanga,
Nonkonjane zimnyama ziyandanda ziwel’umlamb’ithukela, Nosandl’asiphumetasini ngenxa yokonqen’ukuqhekezitiki,
Machopha ngenzwane,
Nocubulinyama ngozipho izitshetshe zikhona,
Sithebe simanangananga sojwaphulela intlala yethokazi,
abaphakuli benyosi eziphantsi kuba eziphezulu ziyabasinekela !!! 🙌🙌🙌

Xego, Xhego Clan Praises

Ngcitshane ,
Nkwenkwezana,
Mevamhlophe,
Mbanjeni,
Tshaba,
Sikungene,
Mpondomise,
Schongoma,
Maqanya ,
Jola,
Zithebé zimanangananga kuthiwa bathe bengathangani

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: