clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Sgadi

Iziduko zamaXhosa – Xhosa Clan Names

â–Ș AmaTshawe – Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu

â–Ș AmaKhwemte – Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.

â–Ș AmaNkabane –  Majeke, Mayeye

â–Ș AmaJwarha – Mtimka, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,

â–Ș AmaKwayi –  Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshaba

â–Ș AmaCirha – ooNcibane, Khawuta, Nojaholo, Mhlantla, Nyembezana, Mhlathendlovu, uDlakalashe, Ntswentswe, Qhanqolo, Ntlokwenyani, Sihlobo SikaPhalo, Hloml’iphuthi lidala linempondo, MGcaleka

â–Ș Krila – Mbamba, Thangana, Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo, Gcaleka, Nkomo zibomvu namathol’azo, Nqele, Bhurhu, Mayisithe, Nomazele,  Gobingca, bhukuxa umthondo uwujongise emntwini

â–Ș Qocwa – Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo

â–Ș Mtakwenda â€“ Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe

â–Ș Thangana â€“ Krila,Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca

â–Ș Tyani – Mduma, Mbengo, Gabela, Zotsho.

AbaThembu

â–Ș Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.

â–Ș AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshaba

â–Ș Qithi â€“ Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)

â–Ș Ndungwana – u Bhejula uDiya uMaqath’ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.

â–Ș amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.

â–Ș AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle aty’ igusha athi ziz’ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba)

â–Ș Qhudeni – UMthembu, uThukela, uQhudeni, uMkhubukeni, uGoza, uMpafane, uMthembu obhuzuzu, odla amathibane az ‘indlala iwile.

â–Ș Maya â€“ oMaya, oYem Yem oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi

â–Ș Mpangela -Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.

â–Ș Mpemvu â€“ uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva

â–Ș Ndala â€“ Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )

â–Ș Zima â€“ Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene, uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)

AmaBomvana

â–Ș Gebe (Mgebe/ Hegebe) –

â–Ș Tshezi – uTshezi, uTenza, uFakade, uSaliwa, uJalamba, uSkhabela, uCetshane, Mqal’ ongangenduku, Njilo-njilo kuya ngaselwandle, uNdela, uNeneza, iNkonjane emnyama ebhab’ emafini, iinzwana zakwaBomvana, iinto ezinomkhitha kodwa zimithond’wemide, iNyoka emnyama ecanda isiziba, uMkhonto, uMalala nentombi ivuke ithi bhuti ndizeke noba kungeshumi leesheleni, inkosi ezingazange zibutheng’ubokhosi. Zinto ezityafileyo ingathi zidla umcuku.

â–Ș Gqwarhu â€“ omhlophe, Khawu, Ntenge, Mtabasa ka Dingana, Jalamba

EzamaGqunukhwebe

â–Ș AmaGiqwa –  Mvamba, Jingqi, Jikijwa

â–Ș OoSithathu – Chisana, Ndebe, Hase

â–Ș AmaNqarhwane –  Ziduli, Hintsabe

â–Ș AmaSukwini –  Dibashe, Lawu

â–Ș Tshonyane, Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simke, Khwane, Hani, Zulu, Mthuzimele,  Gqunukhwebe, Nkomo z’bomvu .

â–Ș Cethe – Chizama, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa

â–Ș Gqunu

â–Ș amaGqwashu

â–Ș Sithathu

AbeSuthu

â–Ș AmaNgqosini –  Gaba, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mnt’womlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodw’emnyama Kahili, Msuthu)

â–Ș AmaMfene – Hlathi, Lisa, Jambase, Sanzanza, Canzi, Buswayo, Zangomva eliweni, Msuthu.

â–Ș AmaMvundle –  Ncilashe, Msuthu, Bhayi, Khetshe, Mkhumbeni

â–Ș Mvulane – Umsuthu, Mvulane, Ncilashe, Nyok”emnyam’ecandiziziba, Nja ziyaf’lathena ngathi azifunani kanti zenzimikhuba, Vumba lempongo liyanuka, Ozalwa nguThamsanqa, ozalwa nguSmamane, kaMvimbi, kaMaxambele, Phezu koMbhashe, kwintili zeBityi. Lufafa olude!!! Umdak’omnyama ongeva sepha.. Zithini ezakho izibongo? Enye indlu yaseMamvulaneni,

â–Ș Mkhumbeni – Bhayi, Khetshe, Vundle, Ncilashe, Inyok’emnyama ecandiziziba, uGwaca, uMevamhlophe, uCamsholo, uNomtshoni, umthokrakra ongatyiwa nazibhokhwe, uZawukana, uMsuthu..

â–Ș Maduna – Nokhala, Msuthu, Gubevu, Jiyane, Mpungushe, Mandl’amakhulu, Sivunguvung’ esawis’ indoda emahlangeni, imamba kandidini ngoba ngimesabile, uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda, Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni, Ngaculende emabalabala njenge ngwe, iinkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo, Ngub’engcuka, Tiba,  Mvelase, Salathiso, Novikothek’ukuthetha, Mlamb’unqolintaba, UMaduna owaqengqeleka kwiintaba zoLundi wawela umlambo Ithukela ebhinqe izikhakha. Madun’edakeniiii!!!! Malobola ngez’ngadane osaba ezine’mpondo zahlaba abakhwekazi. Laduma izulu uMagqakaza ubengasekho ekhaya!!!

â–Ș Gambu â€“ Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi

â–Ș Ndzaba â€“ Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase, into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehashe


EzamaMpondo 

â–Ș OoNyawuza –  Nyawuza – Faku ofakayo, ungathi uyifakile kanti uyikade eboyeni, Yindlana, Dakhile, Thahla,  Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubend’amanz’ekhona

â–Ș AmaNtlane –  Mfusana, Ndendela, Gxididi

â–Ș AmaZangwa – Khwalo, Mlanjana, Ncuthu, Sohobese, ooNkuma

â–Ș Khwalo – Mzangwa, Ncuthu, Mlanjana, Mpondozephela, Ungqoqwana, Sohebese

â–Ș Khwetshube

â–Ș Tshomane

â–Ș Khiwa â€“ Qwebeda, Khonjwayo,Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana

â–Ș Khonjwayo – uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele uNgcekula(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe)uNgcekula uzele uNdzondela kwindlu yake enkulu(Great House) ,noNtsikinyani ekunene(Right House).UNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yendlu yasekunene kaNgcekula, uNtsikinyana uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso(Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana(uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.

EzamaMpondomise

â–Ș Jola – Mphankomo, Jolinkomo, Phahlo, Qengeba, Mthwakazi, Sabe, Ndleb’endlovu, Mzi welanga. Somarhwarhwa, Ngwanya, Somadolo, Zwelibanzi, Marholisa, Nomakhala, Njuza, Sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfaz’ obele ‘nye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo. Yeyesa, Chirwa, Lembethe, Mgema, Mfaz’obelelide, Gcuma, Ndzabela, Thole lenkwakha, Isibhekubhu esibhebhesha sakulo Yokazi. EsiMpondo zisibhebhelele Ngubholokodl’uphila kuzenzela Mayaba, Ngubo ayinxitywa, Mbarha, Bhukhana, Hobo, Zwelibanzi, Zanemvula, Vambane, Ithole lomthwakazi, Mqeke, thayithayi kade bemthibela, mpumlo engqongqosholo njengengulube, ubholokodlela kuphila kuzenzela

â–Ș Debeza â€“ OoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka, Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho, Xwebisa, Nomanjiya, Mgod’ongeva mkhwitsho, Shleka nanja, Longw’elingacholwa nangabafazi. (ubuKumkani bamaMpondomise bulapha, kummandla wase Tsolo, Qumbu & Mthatha)

â–Ș AmaQadi – Dosini, Ngwenya, Ngcwina

â–Ș AmaMpinga –  Senzwa, Mawawa, Wawuzile, Bholokoqoshe, Ntoyomntwana ingaphuma uboya ilingene abadala, ingaxhonywa exhantini seyiyeyezinja (ooMpinga ngamaMpondomise uMpinga uzalwa nguNtose)

â–Ș AmaMpehle – Vengwa, Dikana, Cabashe, Nohushe

â–Ș Skhomo – Umntu womlambo,Tshangisa, Mhlatyana, Rhudulu, uNxub’ongafiyo ofa ngokuvuthelwa, Mngwevu, Jola, Manz’amnyama, Qengebe, Mhaga, Oshode, uNjanye, uNcuku, Zitha, Ngcengane, Bodlinyama, Nonkasa, Ufak’inyama emlanjeni iphum’ivuthiwe, uWashota, intonga yokugqugqisa amankazana phezu komlanjana. Njuza, Nabela Mntwini, Gaduka, Mduma, Zulu khaya labangcwele, Mngwevu, Mpondomise, Ath’amanyamadoda ebal’inkomo abe yena ebal’inkwenkwezi. Isilo somlambo apho zihlelikhona ingwevu zethu ziphulula uswazi lokuqeqesha oomakoti zibafundisa ukuhlonipha ikhaya. Omathandwa mhla kukubi, Hlakanakwena!

â–Ș Gxarha -Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana

â–Ș AmaNgxabane

â–Ș OoNgcitshana

â–Ș OoNxotha

â–Ș AmaQadi – Dosini, Mqadi, Ngqwili, Nondlobe,Ngcwina, Ngwenya

â–Ș OoGcanga

â–Ș OoDosini

â–Ș Nxuba – Mduma, Rhudulu, Mngcengane

â–Ș AmaNgwevu

â–Ș OoQhinebe – Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Njemnyama, Nondela, Phazima, Mpondomise, Mlunjwa, Phalela, Mkhomanzi, Duka namahlathi, Umth’ omde owavelela eHoyita!

â–Ș OoMhaga – (noSabe, Amawel’ukuzana, uQwetha noGqubushe)

â–Ș OoMabhengu

â–Ș OoMnjuza

â–Ș OoBhukwana – ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo

â–Ș OoZongozi – ooSenzela ooPhondo liyagexeza (bazalwa nguNtose kaCirha ikumkani yamaMpondomise, hayi lo wamaXhosa)

â–Ș OoNdobe

â–Ș OoFola

â–Ș OoNxasana – NguSikonza, uNxasana, uTotoba, uDunjane, uMalilelwaziintombi zithi ndizeke, adinamama andinatata, uBhili, uMagazo, uLunguza, gastyeketye umbona obomvu othandwa ngabantwana

â–Ș OoNqana

â–Ș OoDedeza

â–Ș OoKrancolo

â–Ș Magoba – ooNziphazi,

â–Ș Mpehle

â–Ș Skhoji – (Inzala ka William Saunders wase Scotland)

AmaMbo/ AmaMfengu (aquka amanye kumaHlubi, amaBhele, amaZizi, amaNgwane, etc.)

â–Ș Maduna â€“ Gubevu, Nokhala

â–Ș Nkomo â€“ Mntungwa, Khumalo

â–Ș Nkwali (Mfengu/Hlubi) – Bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi

â–Ș Tolo – AmaTolo akwaNongwandla,Tolo, Nongwandla, Mchenge, MaBhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Umlamb’ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.

â–Ș Dlamini (Zizi) – Zizi, Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxib’inoboya, Fakade, khatsini, mtikitiki, nomana ndab’azithethwa intsuku ngentsuku,bhengu, nonyathi

â–Ș Shweme – Gqagqane, Limakhwe, Zilamkhonto, Mfene, Hlathi, Jambase, Ngangamsholo Ngcebetsha, Malilelwa zintombi

â–Ș Ndlangisa – Thole, Gqagqane, Mcaca, Buzini, Welane, Ndlangisa, Nkonjane, Mfingo, Thombeni, Mzimshe, Lwandl aluwelwa, luwelwa ziNkonjane zona ma phiko made, uMpundeshe, uKhweleta, uDuma

â–Ș Jama – Sijadu, Fakade, Njokweni, Ngxilinoboya, Dlamini, Zizi

â–Ș Miya – Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa

â–Ș Khumalo – Mntungwa, Okhatshwe ngezind’izinyawo, Nangezimfushanyana, UMkhatshwa wawoZimangele, Mbulaz’omnyama, Abathi bedl’umuntu, Bebe bemyenga ngendaba. Abadl’izimf’ezimbili, Ikhambi laphuma lilinye. Lobengula kaMzilikazi, UMzilikazi kaMashobana, Shobana noGasa kaZikode, Zikode kaMkhatshwa. Mabaso owabas’entabeni, Kwadliwa ilanga lishona Bantungw’abancwaba! Zindlovu ezibantu, Zindlovu ezimacocombela. Nina bakwaMawela, Owawel’iZambezi ngezikhali. Nina bakaNkomo zavul’inqaba. Zavul’inqaba ngezimpondo, KwelaseNgome. UNkone evele ngobus’ emdibini, Nina enal’ukudl’umlenze KwaBulawayo! Mantungwa aluhlaza! Mantungw’amahle! Bantwana benkosi, Nina bakwaNtokela! Inkubele abayihlabe ngamanxeba, Abamkhule ngezinyawo ezimfushanyana, Nezimaqhukulwana. Inyang’ abathe beth’ ifil’uZulu, Kanti isiyetheswe, Yetheswe ngoNyakana ka Mpeyana. UBando abalubande balushiy’ uZulu. UNyama yentini yawo Zimangele. UNkomo zavul’inqaba ngezimpondo, Ngoba zavul’iNgome zahamba. UNtshwintshwintshwi kaNoyanda noNdaba. Ndabezitha!

â–Ș Nozulu, Thukela, Mchumane, Mbanguba, Kheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Mvelase, Mathibane, Ngoza, Sonyangashe, Makhonz’ egoduka, Mfazi uncancisa usana ngebele elinye, Thukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko

â–Ș Ndlela – uNdlela, uMatyeni, uNongobe, isilila gazi njengoba abanye belila iinyembezi, bakhama indoba yanyela emphandeni, amaNala amnandi njengebele likabelenyane, bhekuza enkundleni kwadadeboyise umNtambose

â–Ș AmaBhele – (asuka kwintaba yeLenge, baqhekeke kathathu kuMaliwa, Donga nakuSiphahla-phahla,uDonga noSiphahla-phahla bangenela kumaZulu babangabakwaNtuli,uMaliwa weza kwaGcaleka,uMabandla wehlela kwaGcaleka,uMabandla waya kwaRharhabe,Bhunta uGatsheni/Gatyeni uzalwa nguNdlovu kaMasoka(Masombuka))

â–Ș Gatyeni â€“ Mamali,ndondela,nkomo zibomvu,nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)

â–Ș Mbanjwa

â–Ș Ndlovu â€“ Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi)

â–Ș Skhosana â€“ Skhosana, Novaphi, Mntungwa, Ntuthwana, msikamhlanga, uNtuthu uyeaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana. Dung

â–Ș Xolo – Dunywa, Nzimakhwe, Thuse, Ntshuntshe,  Manci, Zotsho

â–Ș Zulu â€“ Ntombhela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka

AmaHlubi

Hlubi, Bhungane, Bhungane kaNsele, Zikode!Bhungane wenza ngakuningi, Makhulukhulu, Umkhulu Nkulunkulu kodwa awunganga Bhungane, UNkulunkulu uziqu zintathu, kodwa uBhungane uziqu zingamakhulukhulu, Mthimkhulu, Mashiya amahle, amade anjenge nyamazane, Mafuz’ afulele njengelifu lemvula, mashubel’esavela. S’goloza esimehlo abomvu esibheka umuntu kubengathi siyamujamela, Ndlubu ezamila ebubini bamadoda, Ndlubu ezamila emthondweni (kwasothondose)

Nina enindlebe zikhanya iLanga, Nina enindlebe zinhle zombili, Nina bosiba olude olungakhothami ndlwaneni kodwa kwezinde luyakhothama, Nina omagawula imithi emincane emikhulu ivele iziwele

Mahlubi amahle,  MaNgelengele amahle, Nina maHlubi anzipho zimnyama ngokuqhwayana

Mashwabade owashwabadela inkomo kanye nezimpondo zayo

â–Ș Rhadebe (Bhungane, Mthimkhulu, Ndlebentle’zombini, Makhulukhulu, Mafuz’ afulele njengelifu lemvula, Mashwabada owashwabadel’ inkomo nempondo zayo, Mbucwa, Zikode

â–Ș Dontsa â€“ oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bath’ uDontsa akananyongo kant’ abay’bon’ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo

â–Ș Nkwali (Mfengu/Hlubi) – Bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi, Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga, Kwavel’ amaBuz’ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetil’ abanye bazithwele. Inkwali yintak’ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula (Nkwali uzala u Maphela no Mlabatheki , uMlabatheki azale u Bhukula)

â–Ș Kheswa â€“ noZulu, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela

AmaBhaca

â–Ș Zulu – OoZulu, Khalimeshe, Nofisa ongafi, ofa ngamaloyo. Mageba Ndabezitha ,  ooNombuso ooVebi ooWabane. Mafula ngesibumbu ngexa yokuswela ingobozi, Notibunwana etincane ngokwuswela tona, onato ufute kulo nyoko, Thole leSilo ngoba yiSilo ngokwaso


â–Ș Wushe – ooMjoli, Phathwa, Wushe, Qubulashe, Mthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela, Nonkasa, Mbedu, omaphungel’ esosini amakomitshi ekhona, masindza ngonwalu itizwana tisindza ngobulongwe, Godongwana kaMjoli ka Bekwa kaWushe ka Lufulwenja kaMageba.

â–Ș Mjoli – Qubulashe, Indlu kaSondzaba, Hlathi, Nonina, Mswanzeli, Nokholwa wokwakhe, Wabane, Maqholo, Mthi owathi ukuwa wabekisa amasebe eThukela, Nyawo, Danisa, Ntundzela, uMalandelwa zintombi zithi ndizeke, Babalo, mzimvubu, Izotshw’elihle, Uphika-nelanga, uNoma-ndzondzo, uMshwawu, uDlilanga, oBuso bumnyama ngathi sisonka sojiwe

â–Ș AmaChiya – ooGalweni, ooChiya wohlanga, Sodladla, Magangadz’ udonga kuvuleke indlela ,cwangu cwangu.

â–Ș AmaMpovane – Siwela, Vitsheka, Matalankosi,  Songiwe, Nomlakalakane, Gubudza Nyamana

â–Ș AmaNqolo – amaNqolo,  oaGaba kathsayithsi omahlambahlaletsheni ngenxa yokuswel’itawuli, abantu abangayekhathsi imbola ngoba bahleli bebahle, bakhi bexonya bangaleluki

â–Ș AmaNcwabe

â–Ș AmaJili  â€“ ooMaseng’ inkomo noba ilele ngenxayokuthsandza intusi

â–Ș Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Sibakhulu, Ntlangwini’s enebathat yaseMakhuzeni)

â–Ș AmaNdlangisa – Thole, Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle

â–Ș AmaTshezi – Jalamba, Mqalungangenduku,

â–Ș AmaTolo – ooTolo, ooDlangamandla, Mchenge Mabhanekazi

â–Ș AmaJuta – OoJuta, Mencwa, Sjekula

â–Ș AmaGusha

â–Ș AmaNjilo – Manci, Mkhonde, iS’khonde esikrakrayo, iNdlovu esikwa ihambha, Vela bethetha, Njilo, Balisa, Debule, Msokweni, Silwa nenkunzi mbini, Kubhej’umsobomvu, Wabane, Tyani, Bhekiso, Ndlov’edli goduka, Mbali, Mdludla odludl’amthambek’ebhek’othukela, Qolo, Zotsho, Mabandla kamaqolo, Maqolo engqelezintabeni, Tshitshis’intaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde, Zinemiqala engenamqala sisilima

â–Ș AmaKhambule – Khambule Mncube Mayela omalandelwa yintombi ithsi bhuti nditeke

â–Ș AmaMbotho – Juqu, Juleka, , Mlibati, Matala Nkosi, Sigwamba sentswangu, NgqizaZibutha kandaka-ndaka, Mbotho

â–Ș AmaDladla

â–Ș AmaBhele – Dlambulo, Khuboni, Qunta, Mafu, Langa, Mnomana, Mbutho, Ncwana, noNtanda kuphakanyiswa, Ulanga lokulunga, Umbutho, noMbikazi ngob’umnt’ogxathu akalahlwa,  umafuza afulele njengelifu, Ndabezitha, uNtshangase, Madiba-ndlela. Iinto ezidiba de zidibe nendlela, Unontanda Usengel’abantwana xa likhithika, unosepha ayigijimi iyakhokhoba ukubhek’ eluqala, undamane, amyengane, amayekethe, Undlwana zinamaphela phez’ukwentab kalenge, othebul’ukunatha nje ngabendl’enkulu Umakhunga, unkilane, umabandla, uvaphi, Iintw’ezimpundu zinga zingongiwa, Amatya egoduka khon’ukuze angathinjwa lithambo lasemzin, nditsh’abaty’isikhwebu sakwamkhwekazi, kwaNoqambulo, Iintw’ezingawutyiyo umbilini wempahla, ezity’owenyamakazi yon’ihlal’emahlathini; Iinyath’ezasind’abazingeli sebezosele, Ingab’asilobhele elo, ngoba ibhele laphekwa nelitye lenyengane, lavuthwa ilitye, lasala ibhele lihleli, amaBhele izinto eziqhwanyaza ngemali. Zibunywana zibutshelezana zinga zingazingangiwa ngabakhwekazi, Bhedlana lase Lenge, amaBhele asicoco sinuka intsindwana amakrokrozela njengelifu lemvula, Mphemba abantu Bephemba ngamabele kanti abafokazana baphemba ngamaphepha, Silo sase Lenge ngwane yezixhobo zothukela, umthan’ ontyingantyingana omi phezu kwentaba, Inyathi eyasinda abazingeli sebeyosele izinto ezingawudliyo umbilini wenkomo,zidla owenyamakazi

â–Ș AmaGamedze – Gamedze, Mntimande, Bhambolunye tingaba mbini tifute ekhaya kulonyoko

â–Ș AmaHlubi – (hayi isizwe samaHlubi kaLangalibalile, kodwa itibonga nabantu ababesuka kwisizwe samaHlubi)umzekelo ooRhadebe – Mafuz’ afulele njengefu lemvula! Mashwabada,  owashwabadel’ inkomo kanye nempondotayo!

â–Ș AmaDlamini – (hayi isizwe samaDlamini, kodwa abanye abantu bakwaDlamini ngesiduko)

â–Ș AbakwaMasoka

â–Ș AmaXesibe – (hayi abantu besizwe samaXesibe kaXesibe wakuloMpondo noMpondomise, kodwa kukhona abantu abangena phasi kukaMadzikane bamaXesibe) oo Ncosa ooBhuku Sinqashe Nkamangane Mfazi webelelide elancelisa ingane phesheya komfula uMganu Sabela wabizwa emazibukweni Xesibe

â–Ș AmaBhovu – ooDumela oMvaw’bhekwa ubhekwa abawatiyo ooGxumisa

â–Ș AmaNguse – ooFola Fakade Mabembe khabekhulu Fol’odlilaxa Nguse Ngubezizwe unyawunyawu

â–Ș AmaGebashe –

â–Ș AmaDzana – OoDzana oKhatsini omncwabe omfupi

â–Ș Sinama – Rhadu, Mjoli, Somadoda, Fikeni, Nhlumayo, Gcuma, Malandelwa yintombi ithi ndizeke noba kungesipha samazimba, Iintombi ezinamadhusu amhlophe ngathi zihlamba ngobisi, Wulawula mathole endlovu

AmaXesibe

â–Ș Xesibe – Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshin’eyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho

â–Ș Qwathi – Dikela, Noni, Noqaz’ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni.  KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc.

â–Ș Mambi – Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni)

â–Ș Matshaya â€“ Mbathane

Iziduko – Xhosa Clan Name

Xhosa clan names (isiduko (sing.), iziduko (pl.) in Xhosa) are family names which are considered more important than surnames among Xhosa people. Much like the clan system of Scotland, each Xhosa person can trace their family history back to a specific male ancestor or stock. Mentioning the clan name of someone you wish to thank is the highest form of respect, and it is considered polite to enquire after someone’s clan name when you meet them. The clan name is also sometimes used as an exclamation by members of that clan. When a woman marries she may take her husband’s surname, but she always keeps her own clan name, adding the prefix Ma- to it. A man and a woman who have the same clan name may not marry, as they are considered to be related. Clan names A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups include:

â–Ș Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu – they belong to the amaVundle people)

â–Ș Bhele (divides into several sub-clan groups: Dongo, Langa, etc.)

â–Ș Bhukhwana (ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo)

â–Ș Cethe (ooChizama)

â–Ș Cirha (ooNcibane, Nojaholo, Ntswentswe, Qhanqolo, Sihlobo SikaPhalo, Hlomla lidala lineempondo, MGcaleka) by AD

â–Ș Deyi

â–Ș Debeza – OoDebeza, ngoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho (These are royalty in the Amampondomse group. Their main concentration is in the former Transkei, in Tsolo, Qumbu and Umthatha in the Eastern Cape.)

â–Ș Dlamini (or Zizi,Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxib’inoboya, Fakade the clan name of Thabo Mbeki, khatsini, mtikitiki, nomana ndab’azithethwa intsuku ngentsuku,bhengu, nonyathi an Mfengu subgroup)

â–Ș Mdlane, Tutuse, Mdimba

â–Ș Dlomo (different lines, Thembu or Hlubi subgroups) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.

â–Ș Dontsa â€“ oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bath’ uDontsa akananyongo kant’ abay’bon’ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo
 (Hlubi clan)

â–Ș Dosini

â–Ș Duma (Nxuba)

â–Ș Faku (Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubend’amanz’ekhona)

â–Ș Gaba (Mngqosini, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mnt’womlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodw’emnyama Kahili, Msuthu)

â–Ș Gadluma

â–Ș Gambu (Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi)

â–Ș Ganu

â–Ș Gatyeni (Mamali,ndondela,nkomo zibomvu,nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)

â–Ș Gcina, Helushe, Xhamela Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba). The Gcina clan is originally from Lady Frere in the Eastern Cape. The amaGcina are thought to be kings of Lady Frere as they are the dominant clan. Mawande Ntantiso

â–Ș Gebe (a Bomvana clan name)

â–Ș Gqunu

â–Ș Gqwashu (with Khoikhoi ancestry)

â–Ș Gqwarhu – omhlophe, Khawu, Ntenge, Mtabasa ka Dingana, Jalamba

â–Ș Gxarha – Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana(Mpodomise subgroup clan name)

â–Ș Hegebe

â–Ș Jola SingaMampondomse ngohlanga, ooJola, ooJoliNkomo, ooMphaNkomo, ooQengeba, nomakhala, njuza, sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfaz’ obele ‘nye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo

â–Ș Jwarha (Mtika, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,

â–Ș Khawuta

â–Ș Khiwa (Qwebeda) (Khonjwayo,Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana a Pondo clan)

â–Ș Khonjwayo Isizwe noMnombo (Tribe Genealogy): Sizakuwubeka ngokokuzalwa kwabo, sithatha nje iintloko zabo,,,,uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele uNgcekula(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe)uNgcekula uzele uNdzondela kwindlu yake enkulu(Great House) ,noNtsikinyani ekunene(Right House).UNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yendlu yasekunene kaNgcekula, uNtsikinyana uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso(Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana(uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.

â–Ș Khumalo (Mfengu clan name)

â–Ș Khwetshube (Mpondo clan name)

â–Ș Kwayi (Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshaba, etc.)

â–Ș Madiba (the clan name of Nelson Mandela, a Thembu. Important rulers and chiefs include Mthikrakra, Ngangelizwe, Dalindyebo, Joyi, Jumba, Sabatha, Buyelekhaya) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.

â–Ș Maduna (Gubevu, Nokhala, an Mfengu clan name)

â–Ș Mambi (Nxontsa ka Xesibe, , uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu,Mntshontsho uSabela uyabizwa emazibukweni)

â–Ș Manci (Mbali, Wabane, Tshitshis’intaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde Zinemiqala)

â–Ș Maya (omaya oyem yem osophitsho, omagwa, ongqolomsila, obhomoyi)

â–Ș Mahlangu

â–Ș Matshaya Mbathane

â–Ș Mbanjwa

â–Ș Mbatha

â–Ș Mbotho

â–Ș Mdlangathi: Mome mome Sirhama Somntwana, Juta

â–Ș Mfene: Lisa, Jambase, Hlathi, Buswayo, Canzi, Sanzanza

â–Ș Mhaga (noSabe, Amawel’ukuzana, uQwetha no Gqubushe)

â–Ș Miya, Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa

â–Ș Mjoli (Qubulashe, Wushe, Nonina)

â–Ș Mkhwemte Dabane Sgadi Mekhi Ntswentswe Fulashe Nojaholo Ncibane Qhanqolo Ntlokwenyathi Ngququ venge

â–Ș Mpangela, Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.

â–Ș Mpehle (Mpodomise subgroup clan name)

â–Ș Mpemvu : uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva(a Thembu clan name)

â–Ș Mpinga, Mbetshane, Hlahla lamsik’ umntu es*ndeni, ngceza, Sintila, Nyaw’ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth ‘omthandayo, Mawawa, ): the clan of Enoch Sontonga, author of “Nkosi Sikelel’ iAfrika”, part of National Anthem of Republic of South Africa.

â–Ș Mtakwenda (Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe)

â–Ș Mthunzi (Nyukwana, Homposhe, Njifile, Ntibane, Pepepe, Thambo lihlab’elimzondayo, Qabel’eliweni)

â–Ș Mvulane (Ncilashe, Msuthu – they belong to the amaVundle people)

â–Ș Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Sibakhulu, Ntlangwini’s enebathat yaseMakhuzeni)

â–Ș Myirha Mzondi Sampu Ziyeka (Ithambo lenyoka lihlaba elimzondayo)

â–Ș Nala, Mpembe, uNdokose, Nokhay’ehlungwini, uNgquma, uNojakadelana, uSbheku-bhekuza, uMpondo zihlanjiwe, uJiba isihlobo sikaDzangwe, uHlubi. Originally from amaHlubi and abaThembu tribe.

â–Ș Ncuthu

â–Ș Ndaba (Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubela)

â–Ș Ndala (Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )

â–Ș Ndlovu Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi)

â–Ș Ndzaba (Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase) into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehashe


â–Ș Ngcitshane

â–Ș Ngxongo

â–Ș Ngwanya

â–Ș Nkomo (Mntungwa, Khumalo – amaMfengu. They are originally Ndebele from Natal and arrived in as refugees in Thembuland in 1828 during the time of the Mfecane wars.)

â–Ș Nkwali (Mfengu/Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalis’s were born ebukhosini (kingdom) buka Ndwandwe and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king. Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwe. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela (Xhosa name for cockroach) got the name because he was so wealthy that his wealth was all over like cockroaches.

“
Abakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayengumfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo. uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela. “Ngabakwa Nkwal’ enkosi, Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Ngabakwa Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga, Kwavel’ amaBuz’ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetil’ abanye bazithwele. Inkwali yintak’ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula”
” Source: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.

â–Ș Nompunzi ((thole lempunzi), Gcodi, Lusalu, Catala ka Qoyi, mbumbulu inye zingabambini ziyadubulana)

â–Ș Nozulu (Kheswa, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela) by AD

â–Ș Nqarhwane (ooZduli, ooHintsabe, ooMaqhula, ooHlabilawu)

â–Ș Ntshilibe

â–Ș Ntshiza, Gubha, Mbamba, Nakazana

â–Ș Qwangqwa

.elimnyama nezinja zalo

â–Ș Simelela



ngentonga ebuthelezini

â–Ș Malilwelwa

..zintombi zithi bhuti ndizeke andinaMama andinaTata

â–Ș Mpumlo-nkulu
.igcwel’umfinya.

â–Ș Nxasana

â–Ș Nxuba (Mduma, Rhudulu)

â–Ș Nyawuza (Faku, Mpondo ruling line, chiefs including Faku, Sigcau, Bokleni, Ndamase)

â–Ș Nzothwa

â–Ș Mqadi Ngqwili Nondlobe,Ngcwina,

â–Ș Qhinebe – Gqugqugqu, Zithonga-zthathu, Haha, Mlunjwa, Mkhomanzi, Duka namahlathi,konjanĂ©mnyama idlalĂ©mafini.

â–Ș Qocwa (Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga Mbizana, Mabombo)

â–Ș Qoma (Qomukuyitya, Nyoyela, Nwaba ndikwenze, Singqu, Sisiqobo eso) by AD

â–Ș Qithi (Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, Yem-yem, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Zondwa, Thembu)

â–Ș Thwane (Fulela wanetha, Mfazi olivila, Mpemvu,Sabelo, Wuwu)

â–Ș Mqwambi, Holomi

â–Ș Qwathi â€“ Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni. (The amaQwathi are not a clan but an independent nation founded by Mtshutshumbe kaMthetho who split from the amaXesibe nation and settled in the Mqanduli area in Thembuland some 350 years ago. Later they settled in their present capital of Engcobo during the reign of King Dlomo of abaThembu, about 1680. This small but fiercely independent and anti-colonial nation divides into several clans: amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc. Prominent chiefs include the heroic anti-colonial Stokwe ka-Ndlela, the courageous Dalasile kaFubu, the great Fubu himself (who fought and killed both Rharhabe and his son Mlawu in 1782, defended his capital and defeated Madzikane of the Bhaca in 1824 and Matiwane of Ngwane in 1828 during the Mfecane wars triggered by Shaka, etc.), Zwelakhe (present chief))

â–Ș Rhadebe (Bhungane, Mthimkhulu, Ndlebentle’zombini, Makhulukhulu, Mafuz’ afulele njengelifu lemvula, Mashwabada owashwabadel’ inkomo nempondo zayo, Mbucwa, Zikode (amaHlubi)

â–Ș Rhoyi

â–Ș Sango – Nzitha, khwayikhwayi

â–Ș Sithathu – means “third” (the third Khoi-khoi ancestry clan)[oChisana, Khopoyi, Ndebe, Hasa,Lawu]

â–Ș Skhosana (Skhosana, Novaphi, Mntungwa, Ntuthwana, msikamhlanga, uNtuthu uyeaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana. Dunga) by Onesimo Langeni

â–Ș Skhoji (A group of Xhosa speaking people who mainly occupy the small town called Tsolo on the Tsitsa valley. They are the direct descendants of a Scottish man by the name of William Saunders who befriended a Xhosa girl and later had issue.)

â–Ș Shiya

â–Ș Sohobese

â–Ș Sonani

â–Ș Sukwini (with Khoi-khoi ancestry) – [Chwama, Dibashe, Lawu’ndini, Nja-bomvu, Sandlala-ngca, Ithole loMthwakazi, Tiki ayivumi napokotho, unnqayi linqindi,imvaba yiketile]

â–Ș Thangana (Krila,Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca)

â–Ș Thole (Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle)

â–Ș Tolo (Hlubi clan name – Dlangamandla, Mchenge, Mabhanekazi, Zulu, Vumbalempongo liyanuka)

â–Ș Tshangisa (Zulu, Skhomo, Mhlatyana, Rhudulu, Nxuba, Mngwevu)

â–Ș Tshawe (the ruling house among all the Xhosa. Chiefs include Hintsa, Sigcawu, Sarhili, Xolilizwe, etc.)

â–Ș Tshezi (the ruling Bomvana clan of the Jalamba-Gambushe line, with European shipwreck ancestry)

â–Ș Tshomane (with shipwreck ancestry, split from the ruling Nyawuza clan of the Mpondo)

â–Ș Tshonyane [The clan name of chris hani] (aphuma kubelungu abatyekezwa yinqanawe), (Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simnke, Khwane, Hani, Zulu, Mth’uzimele, Gqunukhwebe, Nkomo z’bomvu)

â–Ș Xesibe (AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are: Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho).

â–Ș Xhamela (They are also called amaGcina, found in Thembuland).

â–Ș Yeka (uMyeka, umThembu, unoYhila, umNgqavu, uMvela, uMjuku
 njalo njalo)

â–Ș Zangwa (Khwalo, Ncuthu, Sohobese, oonkuma – amaMpondo).

â–Ș Zima â€“ Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene,

â–Ș uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)

â–Ș Zulu (Ntombhela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka)

Major Xhosa-speaking nations or groups

Not all Xhosa speaking people belong to the amaXhosa nation whose rulership descends from amaTshawe (the Gcaleka and Rharhabe rulerships. The amaXhosa nation are the descendants of the line of Tshiwo to Phalo who begot Gcaleka and Rharhabe. Some people make the mistake of saying all Xhosa speakers are Umzi kaPhalo. The House of Phalo split into the amaGcaleka and amaRharhabe and the kingdom is presently being fought over between these two Xhosa houses. The issue of a Xhosa kingdom remains unresolved. These nations or groups include:

â–Ș AmaBhaca (descended from Madzikane, chief of the amaNgwane, killed during the invasion of Thembuland in 1828)

â–Ș AmaGqunukhwebe

â–Ș AmaMfengu (amaHlubi, amaBhele, amaZizi, amaNgwane, etc.)

â–Ș AmaMpondo (Pondoland; their kingdom is in dispute, like that of the amaXhosa)

â–Ș AmaMpondomise (their kingdom was destroyed by British colonists in revenge for the killing of magistrate Christopher Hope by Mhlontlo’s forces during the Anti-Colonial Revolt of 1880. The revolt was led by Mhlontlo of the amaMpondomise together with Gecelo of the amaGcina, Dalasile and Stokwe of the amaQwathi and Squngathi of the abaThembu).

â–Ș AmaQwathi (Qwathiland)

â–Ș AbaThembu (their kingdom is in dispute between the Matanzima and Dalindyebo descendants – Dalindyebo descedants are regarded as the rightful Kings of Thembu).

â–Ș AmaVundle

â–Ș AmaXesibe (Xesibeland

â–Ș AmaXhosa (Xhosaland; the kingdom is in dispute between amaGcaleka and amaRharhabe – AmaGcaleka are regarded as the rightful Kings of AmaXhosa)

The AmaMpondo have their separate lineage that is traceable from Sibiside to Dlemini to Njanya, to Mpondo and Mpondomise (twins) and Xesibe. The descendants of Mpondo are Santsabe, Sukude, Msiza, Ncindise, Cabe, Gangata, Bhala, Chithwayo, Khonjwayo, Ngcoya, Hlamandana, Tahle, Nyawuza and many others. The descendants of Xesibe are Ntozabantu to Ndzuza to Miyana to Bimbi to Nondzaba who begot Hlabe to Mthetho to Mtshutshumbe who founded the amaQwathi nation. Mtshutshumbe begot Mndwana begot Ncobe begot Nkovane begot Ntswayibana begot Dikela. The amaMpondo, amaMpondomise, amaXesibe and amaQwathi nations are related but the amaQwathi settled in Thembuland more than 350 years ago and as a result Qwathi chiefdom is more Thembu in culture and political association.

Iziduko Khwemte 😍 AmaKhwemte

AmaKhwemte

Dabane,

Gqabaza,

Sgadi,

Mekhi,

Ntswentswe,

Fulashe,

Nojaholo,

Ncibane,

Qhanqolo,

Ntlokwenyathi,

Ngququ,

Venge.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: